Izenzo 8:27 XHO75

27 Usukile ke waya. Kwavela indoda engumTiyopiya,* ithenwa, isikhulu sikaKandase, ukumkanikazi wamaTiyopiya, ebiphethe bonke ubutyebi bakhe, eyayize kunqula uThixo eYerusalem.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 8

imbono Izenzo 8:27 kwimeko