Kutito 1:7 XHO75

7 Kuba umveleli umelwe kukuba ngongenakumangaleleka, njengegosa likaThixo; angabi ngowenza ukuzithandela kwakhe; angabi ngoqumba msinya; angabi ngogeziswa yiwayini; angabi ngumbethi; angabi ngongxamela nzuzo imbi.

funda isahluko epheleleyo Kutito 1

imbono Kutito 1:7 kwimeko