Kwabasefilipi 2:22 XHO75

22 Ukucikideka ke kwakhe niyakwazi: ukuba wathi, njengomntwana kuyise, wakhonza kunye nam kuzo iindaba ezilungileyo.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 2

imbono Kwabasefilipi 2:22 kwimeko