Kwabasefilipi 2:25 XHO75

25 Kodwa ke ndibé kuyafuneka ukuba ndinithumele uEpafrodito, umzalwana wam osebenza nam, umphumi-mkhosi nam, umthunywa wenu ke, umlungiseleli wam kwiintswelo zam;

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 2

imbono Kwabasefilipi 2:25 kwimeko