Kwabasefilipi 4:15 XHO75

15 Nani ke baseFilipi, niyazi ukuba, ekuqalekeni kweendaba ezilungileyo ezi, xenikweni ndaphumayo kwelaseMakedoni, akubangakho nalinye ibandla eladlelana nam, ngokusingisele emcimbini wokunikela nowokwamkela, yaba nini nedwa.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 4

imbono Kwabasefilipi 4:15 kwimeko