20 Kuye ke uThixo, uBawo wethu, malubekho uzuko, kuse emaphakadeni asemaphakadeni. Amen.
21 Bulisani bonke abangcwele abakuKristu Yesu. Bayanibulisa abazalwana abanam.
22 Bayanibulisa bonke abangcwele, ngokukodwa ke aba bendlu kaKesare.*
23 Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nani nonke. Amen.