Kwabasekolose 2:18 XHO75

18 Makungabikho namnye unilahlekanisa nomvuzo wenu, ethanda ukwenjenjalo ngokuthobeka kwentliziyo, nangokunqula izithunywa zezulu, engena ezintweni angazibonanga, efumana wakhukhumaliswa yiyo ingqiqo yenyama yakhe,

funda isahluko epheleleyo Kwabasekolose 2

imbono Kwabasekolose 2:18 kwimeko