Kwabasekolose 2:5 XHO75

5 Kuba nangona ndingekhoyo ngenyama, khona ngomoya ndinani, ndivuya, ndibona ulungelelwano lwenu, nokuzimaseka kokukholwa kwenu kuKristu.

funda isahluko epheleleyo Kwabasekolose 2

imbono Kwabasekolose 2:5 kwimeko