Umarko 1:13 XHO75

13 Waye esentlango apho iintsuku ezimashumi mané, ehendwa nguSathana; waye endawonye namarhamncwa; zaye izithunywa zezulu zimlungisesela.

funda isahluko epheleleyo Umarko 1

imbono Umarko 1:13 kwimeko