Umarko 1:19 XHO75

19 Uhambele phambili kancinane esuka apho, wabona uYakobi, lo kaZebhedi, noYohane, umzalwana wakhe, besemkhombeni wabo, beyilungisa iminatha yabo.

funda isahluko epheleleyo Umarko 1

imbono Umarko 1:19 kwimeko