Umarko 10:39 XHO75

39 Bathi ke bona kuye, Sinako. Wathi ke uYesu kubo, Okunene indebe endiyiselayo mna, niya kuyisela; nobhaptizo endibhaptizwa ngalo mna, niya kubhaptizwa kwangalo;

funda isahluko epheleleyo Umarko 10

imbono Umarko 10:39 kwimeko