Umarko 11:13 XHO75

13 Wathi, ebone umkhiwane ukude, unamagqabi, waya kukhangela ukuba angafumana nto na kuwo; akufika kuwo, akafumana nto, kwakuphela ngamagqabi; kuba belingelilo ixesha lamakhiwane.

funda isahluko epheleleyo Umarko 11

imbono Umarko 11:13 kwimeko