Umarko 13:1 XHO75

1 Kwakubon' ukuba uyaphuma etempileni, uthi omnye umfundi wakhe kuye, Mfundisi, uyawabona na la matye angaka, nezi zakhiwo zingaka?

funda isahluko epheleleyo Umarko 13

imbono Umarko 13:1 kwimeko