Umarko 13:11 XHO75

11 Xa sukuba ke benirhola beya kuninikela, musani ukuyixhalela kwangaphambili into eniya kuyithetha, ningacamangi nokucamanga nto. Into enithe nayinikwa ngelo xa, thethani yona; kuba asinini enithethayo, nguMoya oyiNgcwele.

funda isahluko epheleleyo Umarko 13

imbono Umarko 13:11 kwimeko