Umarko 13:34 XHO75

34 njengokuba wathi umntu ehambela kwelinye, eshiya indlu yakhe, wabanika igunya abakhonzi bakhe, elowo wamnika umsebenzi wakhe, waza umgcini-mnyango wamwisela umthetho ukuba alinde.

funda isahluko epheleleyo Umarko 13

imbono Umarko 13:34 kwimeko