Umarko 14:70 XHO75

70 Waphinda ke wakhanyela. Kuthe, kwakuba mzuzwana, babuya abo babemi khona, bathi kuPetros, Inyaniso, ùngowakubo; kuba ungowaseGalili, nokuthetha kwakho kuyafana nokwabo.

funda isahluko epheleleyo Umarko 14

imbono Umarko 14:70 kwimeko