Umarko 15:36 XHO75

36 Wagidima ke omnye, wazalisa imfunxa ngeviniga, wayifaka engcongolweni, wamseza, esithi, Khanenze kuhle, khe sibone ukuba uEliya woza kumthula na.

funda isahluko epheleleyo Umarko 15

imbono Umarko 15:36 kwimeko