Umarko 2:19 XHO75

19 Wathi uYesu kubo, Banako yini na abegumbi lomtshakazi ukuzila ukudla, xa anabo umyeni? Lo gama wonke asekubo umyeni, abanako ukuzila ukudla.

funda isahluko epheleleyo Umarko 2

imbono Umarko 2:19 kwimeko