Umarko 2:22 XHO75

22 Kanjalo akukho utha iwayini entsha ezintsubeni ezindala; okanye iwayini, leyo intsha, yozigqabhuza iintsuba, iphalale iwayini, zitshabalale neentsuba; yona iwayini entsha imelwe kukuthiwa ezintsubeni ezintsha.

funda isahluko epheleleyo Umarko 2

imbono Umarko 2:22 kwimeko