24 Wayesithi kubo, Yilumkeleni into eniyivayo; umlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa ngawo nani, kongezwe kuni nina nivayo.
funda isahluko epheleleyo Umarko 4
imbono Umarko 4:24 kwimeko