Umarko 4:39 XHO75

39 Wavuka, wawukhalimela umoya, wathi kulo ulwandle, Hlala uthi tu, uthi cwaka! Wadamba umoya, kwabakho ukuzola okukhulu.

funda isahluko epheleleyo Umarko 4

imbono Umarko 4:39 kwimeko