Umarko 6:31 XHO75

31 Wathi kubo, Yizani nina ngasese kwindawo eyintlango, niphumle kancinane; kuba bebaninzi abezayo nabemkayo; babengenalo ke nethutyana lokuba badle.

funda isahluko epheleleyo Umarko 6

imbono Umarko 6:31 kwimeko