Umarko 6:41 XHO75

41 Wazithabatha izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wathi ekhangele ezulwini wasikelela, waziqhekeza izonka, wanika abafundi bakhe, ukuba babeke phambi kwabo; wathi neentlanzi zombini wazabela bona bonke.

funda isahluko epheleleyo Umarko 6

imbono Umarko 6:41 kwimeko