Umarko 7:6 XHO75

6 Waphendula ke wathi kubo, Watyapha uIsaya ukuprofeta ngani, bahanahanisi, njengokuba kubhaliwe kwathiwa,Aba bantu bandibeka ngomlomo,Kanti yona intliziyo yabo ikude lee kum.

funda isahluko epheleleyo Umarko 7

imbono Umarko 7:6 kwimeko