Umarko 8:23 XHO75

23 Uthe, eyibambe ngesandla imfama, wayirholela ngaphandle komzi; watshica emehlweni ayo, wabeka izandla phezu kwayo, wayibuza ukuba ibona nto na?

funda isahluko epheleleyo Umarko 8

imbono Umarko 8:23 kwimeko