Uyohane 1:42 XHO75

42 Wamsa kuYesu; uthe ke uYesu wondela kuye, wathi, Wena unguSimon, unyana kaYona; kuya kuthiwa unguKefas (oko kukuthi ngentetho evakalayo, ùnguPetros*).

funda isahluko epheleleyo Uyohane 1

imbono Uyohane 1:42 kwimeko