Uyohane 1:51 XHO75

51 Athi kuye, Inene, inene, ndithi kuni, Emveni koku niya kulibona izulu livulekile, nezithunywa zikaThixo zinyuka zisihla phezu koNyana woMntu.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 1

imbono Uyohane 1:51 kwimeko