Uyohane 10:9 XHO75

9 Ndim isango; ukuba umntu uthe wangena ngam, wosindiswa; uya kungena ephuma, afumane utyani.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 10

imbono Uyohane 10:9 kwimeko