Uyohane 11:32 XHO75

32 UMariya ngoko, akufika apho uYesu ebekhona, akumbona, wawa ezinyaweni zakhe, esithi kuye, Nkosi, ukuba ubulapha, ange engafanga umnakwethu.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 11

imbono Uyohane 11:32 kwimeko