Uyohane 11:51 XHO75

51 Oku ke akakuthethanga kuphuma kuye; wathi, kuba ebengumbingeleli omkhulu ngaloo mnyaka, waprofeta ukuba uYesu uza kulufela uhlanga;

funda isahluko epheleleyo Uyohane 11

imbono Uyohane 11:51 kwimeko