Uyohane 12:16 XHO75

16 Ezi zinto ke abaziqondanga abafundi bakhe ukuqala; bathi kodwa, akuba ezukisiwe uYesu, bandula ukukhumbula ukuba ezi zinto zaye zibhaliwe ngaye, nokuba bázenza ezi zinto kuye.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 12

imbono Uyohane 12:16 kwimeko