Uyohane 12:26 XHO75

26 Ukuba ubani uthi andikhonze, makandilandele; apho ndikhona mna, woba khona apho nondikhonzayo; ukuba umntu uthi andikhonze, uBawo wombeka.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 12

imbono Uyohane 12:26 kwimeko