Uyohane 12:47 XHO75

47 Nokuba umntu uthe weva amazwi la am, àkakholwa, mna andimgwebi; kuba andize kuligweba ihlabathi, ndizé kulisindisa ihlabathi.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 12

imbono Uyohane 12:47 kwimeko