Uyohane 13:33 XHO75

33 Bantwana bam, liselilifutshane ixesha lokuba ndibe nani. Niya kundifuna; njengoko sendithe kumaYuda, Apho ndiya khona mna, aninako ukufika nina: nditsho nakuni ngoku.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 13

imbono Uyohane 13:33 kwimeko