Uyohane 14:12 XHO75

12 Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ukholwayo kum, imisebenzi endiyenzayo mna, uya kuyenza naye yena; nemikhulu kunale uya kuyenza, ngokuba mna ndisiya kuye uBawo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 14

imbono Uyohane 14:12 kwimeko