Uyohane 14:17 XHO75

17 uMoya wenyaniso, lowo lingenako ihlabathi ukumamkela, ngokuba lingamboni, lingamazi nokumazi. Nina ke niyamazi; ngokuba uhleli nani, kanjalo uya kuba kuni.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 14

imbono Uyohane 14:17 kwimeko