Uyohane 14:19 XHO75

19 Liselilifutshane ixesha, ukuze ihlabathi lingabi sandibona; ke nina niyandibona; ngokuba ndisidla ubomi mna, nani niya kudla ubomi.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 14

imbono Uyohane 14:19 kwimeko