23 Waphendula uYesu wathi kuye, Ukuba umntu uyandithanda, woligcina ilizwi lam; wothi uBawo amthande, size kuye, sihlale naye.
funda isahluko epheleleyo Uyohane 14
imbono Uyohane 14:23 kwimeko