Uyohane 14:27 XHO75

27 Ndishiya uxolo kuni; ndininika uxolo lwam; andininiki njengokunika kwehlabathi. Mayingakhathazeki intliziyo yenu, mayingabi nabugwala.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 14

imbono Uyohane 14:27 kwimeko