Uyohane 14:3 XHO75

3 ukuba ke ndimkile ndaya kunilungisela indawo, ndiya kubuya ndize, ndinamkelele kum ngokwam; ukuze apho ndikhona mna, nibe khona nani.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 14

imbono Uyohane 14:3 kwimeko