Uyohane 15:15 XHO75

15 Andisatsho ukuthi ningabakhonzi; ngokuba umkhonzi akakwazi okwenziwa yinkosi yakhe; mna ke ndithe nizizihlobo; ngokuba zonke izinto endaziva kuBawo, ndanazisa zona.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 15

imbono Uyohane 15:15 kwimeko