Uyohane 15:24 XHO75

24 Ukuba bendingenzanga phakathi kwabo imisebenzi engenziwanga mntu wumbi, ngebengabanga nasono; kaloku ke babonile; noko bandithiyile mna noBawo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 15

imbono Uyohane 15:24 kwimeko