Uyohane 15:26 XHO75

26 Kodwa xa athe wafika uMthetheleli, endiya kumthuma mna kuni evela kuBawo, uMoya wenyaniso ophuma kuBawo, yena wongqina ngam.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 15

imbono Uyohane 15:26 kwimeko