Uyohane 16:13 XHO75

13 Xa ke athe wafika yena uMoya wenyaniso, uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso; kuba engayi kuthetha okuphuma kuye, uya kuthetha izinto athe waziva, anibikele izinto ezizayo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 16

imbono Uyohane 16:13 kwimeko