Uyohane 16:17 XHO75

17 Ithe ngoko inxenye yakubafundi bakhe phakathi kwayo, Yintoni na le ayithethayo kuthi, athi, Liselilixesha elifutshane, nibuye ningandiboni; kubuye kube lixesha elifutshane, nize nindibone; nokuthi, Mna ndiya kuBawo?

funda isahluko epheleleyo Uyohane 16

imbono Uyohane 16:17 kwimeko