Uyohane 16:22 XHO75

22 Nani ke ngoko nixhalabile ngokunje; kodwa ndobuya ndinibone; yaye iya kuvuya intliziyo yenu, novuyo lwenu akukho namnye uya kuluhlutha kuni.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 16

imbono Uyohane 16:22 kwimeko