Uyohane 16:32 XHO75

32 Yabonani, kuza ilixa, nakaloku lifikile, lokuba nichithwe, elowo aye kowabo, nindishiye ndedwa; ukanti andindedwa, ngokuba uBawo unam.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 16

imbono Uyohane 16:32 kwimeko