Uyohane 17:6 XHO75

6 Ndilibonakalisile igama lakho kubo abantu obundinike bona, bephuma ehlabathini; babengabakho, wabanika mna; ilizwi lakho balibambile ke.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 17

imbono Uyohane 17:6 kwimeko