Uyohane 18:1 XHO75

1 Akuzithetha uYesu ezi zinto, waphuma nabafundi bakhe, waya phesheya komlanjana oyiKidron, apho kwakukho umyezo, awangena kuwo yena nabafundi bakhe.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 18

imbono Uyohane 18:1 kwimeko