Uyohane 18:18 XHO75

18 Athi yena, Andinguye. Ke kaloku kwakumi khona abakhonzi namadindala bebàse umlilo wamalahle, ngokuba bekubanda; bamana besotha, waye ke uPetros emi nabo esotha.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 18

imbono Uyohane 18:18 kwimeko